Exodus 17:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Yoshuwa wacita o‐Amaleki nabantu bakowabo ngohlangoti lwesiṙele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYoshuwa wamchitha uAmaleki nabantu bakowabo ngohlangothi lwekrele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoshuwa wamdubaduba uAmaleki nabantu bakhe ngohlangothi lwentshuntshe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngale ndlela ke uYoshuwa wawaswantsulisa ama-Amaleki.