Exodus 17:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wati ku‐Mosesi: Ba̔la lento ibe yinkumbuzo encwadini, uyibeke ezindlebeni zika‐Yoshuwa; ngokuba ndiya kugqibela ukucima inkunjulwa ka‐Amaleki ngapantsi kwezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini, ukuthethe ezindlebeni zikaYoshuwa; ngokuba ndiya kusicima impela isikhumbuzo sika-Amaleki phantsi kwamazulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Kubhale encwadini ibe sisikhumbuzo, ukuthethe apho asekuva uYoshuwa; ngokuba ndiya kukuphelisa ukukhunjulwa kuka-Amaleki phantsi kwezulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo ke wathetha noMosis, wathi: “Yibhale ingcombolo yale mfazwe, khon' ukuze ingaze ilibaleke. Xelela uYoshuwa ukuba ndizimisele ukuwacim' igama ama-Amaleki kwelimiweyo.”