Exodus 17:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ebesiti: Ngokokuba isandla sabo sibe singakuyo iterone kayehova, kukona imfazwe kayehova iya kuba ngako‐Amaleki kwisizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Isandla siphakanyiselwe etroneni kaYehova, ukuba uYehova uya kulwa imfazwe noAmaleki isizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba wathi: “Ngenxa yokuba uYehova efungile ukuba uYehova uya kumhlasela uAmaleki kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
esithi: “Yiphakamiseni intshinga kaNdikhoyo. UNdikhoyo uya kulwa naye uAmaleki kude kube ngunaphakade.”