Exodus 17:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako abantu bapika no‐Mosesi, bati: Sipe amanzi, sisele. Wati kubo u‐Mosesi: Yinina ukuba nipike nam? Yinina ukuba nilinge uyehova?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babambana abantu noMoses, bathi, Sinike amanzi, sisele.Wathi uMoses kubo, Yini na ukuba nibambane nam? Yini na ukuba nimlinge uYehova?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Balwa abantu noMoses, bathi, Siphe amanzi, sisele; Wathi uMoses kubo, Yini na ukuba nihlukane nam? uyambuza na uYehova?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli asuka ke alwa noMosis, athi: “Sinxaniwe; siphe amanzi!” UMosis wathi kuwo: “Kutheni nisilwa nam nje? Nimlingelani uNdikhoyo?”