Exodus 17:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Mosesi wakala kuyehova, esiti: Ndoti nina kubo ababantu? bohla bandigibisele ngamatye!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMoses wadanduluka kuYehova, esithi, Ndiya kubathini na aba bantu? Sekukancinane ukuba bandixulube ngamatye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses wabiza uYehova, wathi, Ndiya kubathini na aba bantu? Baza kundixuluba ngamatye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wazibika kuNdikhoyo, wathi: “Kodwa ndiza kubathini aba bantu? Bangasuka bandixulube ngamatye.”