Exodus 18:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku ndiyazi ukuba uyehova umkulu kubo bonke otixo; ngokuba entweni benza nger̔atshi ngayo, ebepezulu kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu koothixo bonke; ewe, kwakuloo nto amaYiputa abewakhukhumalele ngayo amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu koothixo bonke, ngenxa yokuba ngombandela ababeqhayisa ngawo, wayengaphezu kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku nam ndiyangqina ukuba ehlabathini akakho olingana noNdikhoyo, kuba yena amaSirayeli uwahlangule kolungaka lona ulunya lwamaJiputa.”