Exodus 18:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Mosesi kusomfazi wake: Kungokuba abantu besiza kum ukuza kubuza kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses kuyise womkakhe, Kungokuba abantu besiza kum ukuba ndibacelele icebo kuThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses kumkakhe, Kungokuba abantu besiza kum ukuba bacele kuThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis waphendula wathi: “Kaloku aba bantu beza kum khon' ukuze ndibabeke emkhondweni mayela nentando kaThixo,