Exodus 18:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaupulapule ilizwi lam; ndokunika icebo, waye utixo eya kuba nawe. Yiba wena ngenxa yabantu pambi kwotixo, ukuba uzise indawo kutixo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phulaphula ngoko izwi lam, ndikuphe iqhinga; uThixo woba nawe. Wena yiba ngumlomo wabantu kuThixo, uzise izinto zabo kuThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phulaphula ngoko izwi lam, ndikuphe iqhinga, uThixo abe nawe: yiba noThixo ngenxa yabantu, ukuze umxelele uThixo iindaba ezilungileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khawuphulaphule ke ndikucebise; ngamana wakunceda ke uThixo. Into ofanelwe kukuyenza kukuzakuzelela abantu kuThixo, use imicimbi yabo kuye.