Exodus 18:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nonyana bake bobabini; elati igama lomnye lalingu‐Gereshome; ngokuba ebesiti: Ndingowasemzini elizweni lasemzini;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noonyana bakhe bobabini; igama lomnye lalinguGershom, kuba wathi, Bendingumphambukeli ezweni lolunye uhlanga; igama lomnye lalinguEliyezere,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noonyana bakhe bobabini; igama lomnye nguGershom; ngokuba wathi, Bendingumphambukeli ezweni lolunye uhlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
noGershom noElizere oonyana bakhe, kuba kaloku bona wayebabuyisele ebukhweni bakhe. UMosis wathi xa ethiya omnye woonyana bakhe wathi nguGershom, kuba esithi: “Ndandingumbhaceli kwelasemzini.”