Exodus 18:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
negama lomnye lalingu‐Eliyezeri; ngokuba ebesiti: Utixo kabawo ebengumncedi wam, wandisindisa esiṙeleni sika‐Faro:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba wathi, UThixo kabawo ubengumncedi wam, wandihlangula ekreleni likaFaro.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Igama lomnye lalinguEliyezere; ngokuba wathi uThixo kabawo ubengumncedi wam, wandihlangula ekreleni likaFaro.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke omnye wathi nguElizere, kuba esithi: “UThixo woobawo wandinceda wandihlangula kwikrele lokumkani waseJiputa.”