Exodus 18:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselepuma u‐Mosesi waya kukaulela usomfazi wake, wazitoba ke, wamanga: baza babuzana ngokupila kwabo; bada bangena ententeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma uMoses, waya kumkhawulela uyise womkakhe, waqubuda, wamanga; babuzana impilo, bangena ententeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma uMoses, waya kumkhawulela uyise womkakhe, waqubuda, wamanga; babuzana impilo; bangena ententeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphuma ke uMosis, wabahlangabeza. Akufika kuyise womkakhe wakhahlela wamanga. Babuzana impilo ke, baya kungena endlwini kaMosis.