Exodus 19:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati uyehova kanjalo ku‐Mosesi: Yiya ebantwini, ubangcwalise namhla nangomso; mabahlanze ingubo zabo kanjalo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Yiya ebantwini, ubangcwalise namhla nangomso, bazihlambe iingubo zabo, balunge ngomhla wesithathu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Yiya ebantwini, ubangcwalise namhla nangomso, bazihlambe iingubo zabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wayalela uMosis wathi: “Yitsho bonke abantu bazenze nyulu, bacoceke ngokupheleleyo namhlanje nangomso, balungiselele ukunqula. Impahla yabo mabayihlambe