Exodus 19:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baze babe sebelungile ngemini yesitatu: ngokuba ngemini yesitatu eya kuhla uyehova pambi kwamehlo abantu bonke, pezu kwentaba ye‐Sinai.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ngomhla wesithathu uya kuhla uYehova phezu kwentaba yeSinayi, emehlweni abantu bonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilungiseleleni ngomhla wesithathu, kuba ngomhla wesithathu uYehova uya kuhla eNtabeni yeSinayi phambi kwamehlo ohlanga luphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuze ngomsomnye babe sebelungile. Ngaloo mini ke ndiya kuhla ndize apha eSinayi, nabantu bebukele.