Exodus 19:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kumisela abantu imida ngokungqonga, usiti: Zilumkeleni, ize ningenyukeli entabeni, ningacukumisi nodini lwayo: osukuba ecukumisa intaba, uya kubujiswa ngenyaniso;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubamisele abantu imida ngeenxa zonke, uthi kubo, Zigcineni ningenyukeli entabeni, ningawachukumisi amazantsi ayo; osukuba eyichukumisa intaba wobulawa afe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamisele abantu imida, uthi, Zigcineni ningenyuki entabeni, ningawuchukumisi umda wayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Jikeleza intaba le, wenze umda ongayi kutsitywa ngamaSirayeli. Ngokunjalo baxelele abantu ukuba mabangasondeli okanye benyuke entabeni apho. Umntu okhe wathi cakatha entabeni apho makabulawe.