Exodus 19:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akuyi kuyicukumisa isandla, koko aya kugityiselwa ngamatye, umhlaumbi uya kuhlatywa; nokuba sisilo, nokuba yindoda, ayiyi kupila. Nxa ixilongo lihlokomayo, baya kunyuka beze entabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makungafiki sandla kuye; makaxulutywe ngamatye mpela, athi mhlawumbi atolwe nokutolwa; nokuba yinto ezizitho zine, nokuba ngumntu, akayi kuphila. Sakolula isandi sesigodlo ukuhlokoma, banganyuka entabeni bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makungafiki sandla kuye; akuyi kuphila inkomo nomntu; Lakhala ixesha elide isigodlo, benyuka baya entabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, umntu onjalo makagityiselwe ngamatye, okanye achanwe ngotolo, afe engachukunyiswanga ngasandla. Nesilwanyana esisondeleyo ke masibulawe kwangaloo ndlela. Kuya kuthi ke wakuvakala umntyangampo wokukhala kwexilongo, abantu benyuke beze entabeni.”