Exodus 19:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Mosesi wehla entabeni waya ebantwini, wabangcwalisa abantu; baza bahlanza ingubo zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wehla uMoses entabeni, waya ebantwini, wabangcwalisa abantu; bazihlamba iingubo zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wehla uMoses entabeni, waya ebantwini, wabangcwalisa abantu; bazihlamba iingubo zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wehla ke entabeni, wabaxelela abantu ukuba mabalungele ukunqula. Ngenene ke bahlamba bacoceka.