Exodus 19:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wati ku‐Mosesi: Yihla, yala abantu, hleze batyobozele kuyehova ukuza kubonela, kwenzakale kubo into eninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Yihla, ubaqononondise abantu, hleze batyhobozele kuYehova, bakhangele, kwenzakale into eninzi kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Yihla, ubawisele umthetho abantu, hleze batyhobozele baye kumkhangela uYehova, kwenzakale into eninzi kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza ke wathuma uMosis, wathi: “Yihla ufike ubayale abantu hleze bawutsibe umda, beze kundibuka, kuba xa beyenzile loo nto luya kufa uninzi lwabo.