Exodus 19:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko uyehova wati kuye: Hamba, uhle, ubuye unyuke, wena no‐Arone kunye nawe; kodwa abaperisite nabantu mabangatyobozeli ukuza kunyukela kuyehova, hleze agaleleke pezu kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuye, Hamba uhle, uze unyuke wena ninoAron;ke ababingeleli nabantu mabangatyhobozi benyuke beze kuYehova, hleze ababhubhise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuye, Hamba uhle, unyuke, wena noAron; ke ababingeleli nabantu mabangatyhobozi, benyuke baye kuYehova, hleze abasukele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wathi kuye: “Hamba uye kuthatha uAron, uze naye apha. Kodwa ke bona ababingeleli kunye nabanye abantu bangàkhe balinge bawutsibe umda, hleze ndibatshabalalise.”