Exodus 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati, akuba mkulu umntwana, wamsa kwintombi ka‐Faro, waza waba ngunyana wayo; eyambiza ngegama elingu‐Mosesi, yati: Ngokuba ndimr̔olile emanzini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhula umntwana, wamsa ke kwintombi kaFaro, waba ngunyana wayo. Yamthiya igama elinguMoses, yathi, Ndamrhola emanzini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhula umntwana, wamsa kwintombi kaFaro, waba ngunyana wayo. Wabiza uMoses, wathi, Kungokuba ndimkhuphe emanzini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba ekhulile umntwana lowo, unina wambuyisela kwinkosazana apho, yaza ke yona yamenza unyana wayo. Yamthiya igama elinguMosis, kuba isithi: “Ndimonyule emanzini.”