Exodus 2:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabeka apa napaya, wati, akubona ukuba akuko mntu, wambulala um‐Jipete, wamselela entlabatini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabhekabheka, wathi akuba engaboni mntu, wamthi qwaka umYiputa, wamselela entlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabhekabheka, wabona ukuba akukho mntu, wambulala umYiputa lowo, wamngcwabela entlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba elaqazile waqonda ukuba akukho mntu ubukeleyo, wahlasela umJiputa lowo, wambulala, waza wamngcwaba entlabathini.