Exodus 2:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wapuma ngomhla wesibini, kekaloku nanga amadoda mabini engama‐Hebere engxolisana; waza wati kweyonileyo: Umbeta nganina ummelwane wako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ngemini yesibini; wabona amaHebhere emabini entlalana; wathi kowone omnye, Yini na ukuba umbethe ummelwane wakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngomhla wesibini ekuphumeni kwakhe, wabona amadoda amabini angamaHebhere ephikisana, wathi kowonileyo, Uyalibetha iqabane lakho na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngemini elandelayo wabona amaHebhere amabini esilwa, waza wathi kulo uvuyelela omnye: “Kutheni na nisilwa, nizalana nje?”