Exodus 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa zibe zifika ku‐Rehule uyise, wati yena: Kunganina ukuba nikaulezile kangaka ukubuya namhla?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zakufika kuRehuweli uyise, wathi, Nitheni na namhlanje ukuhle nifike?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafika kuRehuweli uyise, wathi, Nifike kamsinya kangakanani na namhlanje?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zithe ke zakufika ekhaya iintombi ezo, uyise uRuweli wabuza wathi: “Kutheni nikhawuleze kangaka nje namhlanje?”