Exodus 2:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati ezintombini zake: Ipina pofu? Iyinina lento niyishiyile indoda leyo? Yibizeni, ize itye isonka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ezintombini zakhe, Uphi na? Nimshiyeleni na umntu lowo? Mbizeni, adle isonka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ezintombini zakhe, Niphi na? Yini na ukuba nimshiye umntu ombizele ukuba adle isonka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona wabuza uyise wathi: “Uphi? Kungani na ukuba ningezi naye? Yizani naye, aze afumane into etyiwayo.”