Exodus 2:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Weva utixo ukutswina kwalo, wayekumbula utixo ucebano lwake kunye no‐Abrahame, no‐Yisake, no‐Yakobi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakuva uThixo ukugula kwabo, wawukhumbula uThixo umnqophiso wakhe noAbraham, noIsake, noYakobi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wayiva imithandazo yabo, wawukhumbula uThixo umnqophiso wakhe noAbraham, noIsake, noYakobi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, wasiva isingqala sawo, wawukhumbula umnqophiso wakhe noAbraham noIsake noYakobi.