Exodus 2:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaselisiti kuye intombi ka‐Faro: Hamba uye. Yasuka intombazana leyo yaya yabiza unina womntwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi intombi kaFaro kuye, Yiya. Yaya ke intombi leyo, yabiza unina womntwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi intombi kaFaro kuye: “Hamba! Yaya ke intombi leyo, yabiza unina womntwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithe ke inkosazana: “Kulungile; hamba uze nayo.” Ke yona intombazana leyo yaya kubiza unina wosana olo.