Exodus 20:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku abantu bema kude; kodwa u‐Mosesi wasondela esitokotokweni, apo wayekona utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu bamela kude; wasondela uMoses esithokothokweni abekuso uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu bema mgama, waza uMoses wasondela ebumnyameni apho akhoyo uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke abantu bona bahlala bechasele, àbavuma ukusondela, yanguMosis yedwa okufuphi kwelo lifu limnyama lingumqondiso wobukho bukaThixo.