Exodus 20:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni uya kundenzela isibingelo samatye, akuyi kusaka ngalawo abaziweyo; nxa upakamisayo pezu kwaso intsimbi yako, seuya kusinco̔lisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba uthe wandenzela isibingelelo samatye, uze ungasakhi ngamatye aqingqiweyo; okanye ukuba uthe wayiphakamisa intlabo yakho phezu kwaso, woba usihlambele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wandakhela isibingelelo samatye, musa ukundakhela ngamatye aqingqiweyo; ngokuba xa uthe wayigalela impahla yakho kuyo, woyingcwalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nindenzela iqonga lamadini ngamatye sanukuwaqingqa, kuba xa nisebenzisa izixhobo niwaqingqa selexabhelekile kum.