Exodus 20:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndiwenzela ububele amawaka abanditandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiwenzela inceba amawaka abandithandayo, abayigcinayo imithetho yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndibabale amawaka abandithandayo, abayigcinayo imithetho yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ndiphuphuma izibele kumawaka-waka abo bandithandayo, beyithobela imiyalelo yam.