Exodus 21:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa xeshekweni umntu enza ngenkani ngakuye ummelwane wake, ukuba ambulale ngobuqinga, uya kumsusa esibingelweni sam, aze afe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa ke umntu athe wagabadela ngakummelwane wakhe, wambulala ngobuqhophololo: uze umsuse nasesibingelelweni sam, afe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe umntu wafika kummelwane wakhe, wambulala ngobuqhophololo; umsuse esibingelelweni sam, afe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke yena umntu obulele omnye ngolunya, nokuba angade abalekele eqongeni lamadini, makasuswe apho abulawe.