Exodus 21:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba seza ngesiqu saso, sopuma ngesiqu saso; ukuba besiyindoda enomfazi, uya kupuma umfazi waso kwa naso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba lithe leza lodwa, lophuma lodwa; ukuba belithe leza liyindoda enomfazi, umkalo wophuma nalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ingene yodwa, mayiphume iyodwa; ukuba liyindoda enomfazi, umfazi walo wophuma nalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba langena ebukhobokeni lilisoka, liya kumka lilodwa. Kanti ke ukuba langena ebukhobokeni linomfazi, liya kukhululeka kunye naye.