Exodus 21:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo xeshekweni umntu aya kuvumbulula umnxuma, umhlaumbi xeshekweni umntu aya kumba umnxuma, kanti akawugubungeli, ize yeyele kona inkabi, umhlaumbi iqwaṙashe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa umntu athe wavula umhadi, naxa umntu athe wemba umhadi, akawuvingca, kweyela inkomo, nokuba liesile, kuwo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe umntu wavula iqula, nokuba uthe wemba iqula, akaligquma, kweyela kulo inkomo, nokuba liesile;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba umntu ushiye umngxuma uvulekile, okanye umbe umngxuma akawugquma, kwaza kweyela inkomo noba yidonki kuwo, ummbi-mngxuma lowo