Exodus 21:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kodwa kuyaziwa ukuba lonkabi ibiyenqubayo ngexesha lapambili, nokuba umniniyo akayigcinanga noko, uya kubuyekeza inkabi ngenxa yenkabi; kanti efileyo yoba yeyake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba kwakusazeka ukuba inkomo leyo ibihlaba kakade, akayigcina umniniyo: makayimisele inkomo ngenkomo, leyo ifileyo ibe yeyakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba kwakusazeka ukuba inkomo ikhe yaluma, akayinqanda; uya kuyihlawula inkomo ngenkomo; yaye abafileyo baya kuba ngabakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa le nkomo ibulele enye ibe iqhelile ukwenza lo mkhwa, kodwa akayigcina umniniyo, makavuse le ifileyo ngephilayo; ke yona le ifileyo yoba yeyakhe.”