Exodus 21:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba inkosi yaso isinikile umfazi, osizalele onyana, umhlaumbi intombi, umfazi lowo nabantwana bake boba ngabenkosi yake, sipume sona ngesiqu saso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke inkosi yalo ithe yalizekela umfazi, walizalela oonyana, nokuba ziintombi: umfazi lowo nabantwana balo boba ngabenkosi yalo, liphume lona lodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ithe inkosi yakho yakunika umfazi, yakuzalela oonyana, nokuba ziintombi; umfazi nabantwana bayo baya kuba nenkosi yayo, kodwa yona iya kuphuma yodwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa lifike lingenamfazi, yaza inkosi yalo yalinika umfazi, waza wazala abantwana, abo bantwana nalo mfazi ngabenkosi yalo; xa likhululekayo liya kubashiya apho.