Exodus 22:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni umntu anikela kummelwane wake iqwaṙashe, umhlaumbi inkabi, umhlaumbi igusha, umhlaumbi esinye isilo, ukuba sigcinwe, size sife, umhlaumbi sapulwe, umhlaumbi sitinjwe, kungeko obonayo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa athe umntu wanika ummelwane wakhe iesile, nokuba yinkomo, nokuba yigusha, nokuba yiyiphi into ezitho zine, ukuba ayigcine; yaza yafa, mhlawumbi yaphuka, mhlawumbi yathinjwa, kungaboni bani:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe umntu wanika ummelwane wakhe iesile, nokuba yinkomo, nokuba yigusha, nokuba yiyiphi into ezitho zine, ukuba ayigcine; yaye iyafa, okanye yenzakele, okanye igxothwe, kungaboni bani:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa abantu ababini begcinisene iidonki, iinkomo, iigusha, okanye nasiphi na isilwanyana, saza safa okanye senzakala, kungenjalo sibiwe, kungabikho ngqina,