Exodus 22:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo xeshekweni umntu aboleka into kummelwane wake, ize yapulwe, umhlaumbi ife, umniniyo engeko nayo, wobuyekeza ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa athe umntu waboleka inkomo kummelwane wakhe, yaza yaphuka, mhlawumbi yafa, engekho umniniyo, makayimisele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe umntu waboleka isalamane sakhe into, yaza yonakala, okanye yafa, engekho umniniyo, woyibuyisela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba ababini babolekene ngemfuyo, yaza ke yenzakala okanye yafa engekho umniniyo, lo ubebolekiwe makayivuse.