Exodus 22:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba isela liyafunyanwa ekugqobozeni, lize libetwe lide life, akayi kuba natyala legazi obelibeta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba isela lithe lafunyanwa ligqobha indlu, labethwa lafa, akukho tyala lagazi kulowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba isela lithe lafunyanwa ligqobha indlu, labethwa lafa, akukho tyala lagazi kulowo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba ngaba isela libhaqwe liqhekeza ebusuku, laza labulawa, akanatyala lowo ulibuleleyo.