Exodus 22:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kumkataza owasemzini, akuyi kumucinezela kanjako; ngokuba nibe ningabasemzini ezweni le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umphambukeli uze ungamxinzeleli phantsi, ungamxini; kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umphambukeli uze ungamqumbisi, ungamxini, kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ningaze nimphathe kakubi nimcinezele umntu obhacele kwelakowenu. Kaloku nani ngokwenu naningababhaceli kwelaseJiputa.