Exodus 22:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba uka ubabandezele, nokuba baka bakale kum, ndiya kukuva ngenyaniso ukukala kwabo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wabacinezela nangayiphi na indlela, bakhala kum, ndokuva ukukhala kwabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wabacinezela nangayiphi na indlela, baza bandibiza nangayiphi na indlela, ndiya kusiva isikhalo sabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba niyenzile loo nto, mna Ndikhoyo ndiya kusiva isikhalo sabo,