Exodus 22:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba uka utabate ingubo yommelwane wako ibe ngumbambiso, woyibuyisela kuye lingekatshoni ilanga:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ummelwane wakho ubambise ngengubo yakhe kuwe, woyibuyisela kuye lingekatshoni ilanga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ummelwane wakho ubambise ngeengubo zakhe, womnika ukutshona kwelanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke umntu úbambise ngengubo yakhe kuwe, ze uyibuyisele kwakuye lingekatshoni ilanga,