Exodus 22:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kwenje njalo ngenkomo zako na ngegusha zako; zoba nonina imihla ibe sixe̔nxe; ngomhla wesibozo uya kuzinika kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze wenjenjalo ngenkomo yakho, nangempahla yakho emfutshane: mayibe kunina iintsuku ezisixhenxe, uthi ngosuku lwesibhozo undinike.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze wenjenjalo ngenkomo yakho neenkomo zakho; ngokuba iya kuba kunina iintsuku ezisixhenxe; ngomhla wesibhozo wondinika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Namazibulo enkomo okanye igusha makabe ngumnikelo kum. Makahlale nonina iintsuku zibe sixhenxe qha, aze ngolwesibhozo anikelwe kum.