Exodus 23:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba uya kukutala ukuliva ilizwi layo, wenze konke endikutetayo, ndiya kwandula ndibe lutshaba ezintshabeni zako, nomalane kubalane bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba uthe waliva ilizwi laso, wenza konke endikuthethayo, ndoba lutshaba kwiintshaba zakho, ndibabandezele ababandezeli bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba nithe naliphulaphula izwi lakhe, nakwenza konke endikuthethayo; ndoba lutshaba lweentshaba zakho, ndibe lutshaba lweentshaba zakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ukuba uyayiphulaphula ngenyameko into ethethwa siso, wenze ngokomyalelo wam, iintshaba zakho ziya kuba zezam, ndibachase abakuchasayo.