Exodus 23:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kumkonza uyehova, utixo wenu, oya kutamsanqelisa isonka sako namanzi ako; ndandiya kususa isifo pakati kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nize nikhonze uYehova uThixo wenu, asisikelele isonka sakho, namanzi akho; ndisisuse isifo phakathi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mkhonzeni uYehova uThixo wenu, asisikelele isonka sakho, namanzi akho; yaye ndiya kusisusa isifo phakathi kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke uthe wanqula mna *Ndikhoyo uThixo wakho, ndiya kukuthamsanqela ngokutya namanzi, ndikutshayele ukufa kungabikho phakathi kwenu.