Exodus 23:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa ufumanana nenkabi yotshaba lwako, umhlaumbi neqwaṙashe lalo lilahleka, wolibuyisela kulo ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uthe waqubisana nenkomo yotshaba lwakho, nokuba liesile lalo, lilahleka: wolibuyisela kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uthe wayifumana inkomo yotshaba lwakho, nokuba liesile lalo, libhadula, wolibuyisela kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa ubhaqe inkomo okanye idonki yotshaba lwakho ilahleka, yithathe uyigoduse.