Exodus 23:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa ulibona iqwaṙashe lokutiyayo lilele ngapantsi kwomtwalo walo, uya kulandula ukumkululela na? wokulula ngenyaniso kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uthe walibona iesile lokuthiyileyo lisadalele phantsi komthwalo walo, musa ukumyekela; likhulule umkhululise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe walibona iesile lentiyo yakho libotshelelwe phantsi komthwalo walo, ungafuni ukulinceda, lincede lincede.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ubona umntu okuthiyileyo eqhuba idonki ebuthisayo isoyiswa ngumthwalo, sukumyekela; mncedise niyivuse.