Exodus 23:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwelela kude emcimbini wobuxoki; kanjalo ongenatyala nolungileyo ungababulali: ngokuba ndingayi kugwebela okohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zikhwelelise kude entweni ebubuxoki; musa ukumbulala omsulwa nolilungisa: kuba andiyi kumgwebela ongendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Suka entethweni yobuxoki; uze ungambulali omsulwa nolilungisa, kuba ndiya kumvelela ongendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bucezele ubuqhophololo bokutyhola umntu ongenatyala, ungabi sisizekabani sokufa kwelungisa elimsulwa, kuba iqhophololo ndiyaligweba.