Exodus 23:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nowasemzini akuyi kumncinezela; ngokuba nina niwazi umpefumlo wowasemzini, ekokubeni nibe ningabasemzini ezweni le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungamxini umphambukeli; niyawazi nina umphefumlo womphambukeli, kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kanjalo, ningamcinezeli owasemzini, kuba niyayazi intliziyo yomphambukeli, kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungamcinezeli umbhaceli. Kaloku uyazi ukuba kunjani na ukuba ngumbhaceli, kuba wawukhe wangumbhaceli kwelaseJiputa.”