Exodus 24:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wati ku‐Mosesi: Nyukela kum entabeni, ube kona apo; ndandiya kukunika amacwecwe amatye, nomteto, nemiyalelo endiyiba̔lileyo, ukuba bafundiswe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Nyuka uze kum entabeni, ube khona, ndikunike amacwecwe amatye enomyalelo nomthetho, endiwubhalele ukuze bayalwe ngawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Nyuka uze kum entabeni, ube khona, ndikunike amacwecwe nomyalelo nomthetho, endiwubhalileyo; ukuba unokubafundisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wabhekisa kuMosis, wathi: “Nyuka uze kum apha entabeni, uhlale; ndiza kukunika amacwecwe amatye endiyibhale kuwo imithetho nemiyalelo omawuyifundise amaSirayeli.”