Exodus 24:17 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Kekaloku ukubonakala kwobungewalisa bukayehova kwakunjengomlilo odlayo, engcotsheni yentaba, emehlweni osapo luka‐Sirayeli.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova, emehlweni oonyana bakaSirayeli, kwaye kunjengomlilo otshayo encotsheni yentaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imbonakalo yobuqaqawuli bukaYehova, emehlweni oonyana bakaSirayeli, ibinjengomlilo odlayo encotsheni yentaba.