Exodus 24:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makasondele u‐Mosesi yedwa kuyehova; bona kanti mabangasondeli; nabantu mabangenyuki naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kusondele uMoses yedwa kuYehova; bangasondeli bona, nabantu bangenyuki naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses uya kusondela kuYehova yedwa, kodwa bona abasondeli; yaye abantu abanyukanga naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yoba nguwe Mosis wedwa ke oya kuza kufika kum; abanye ke abo basale; ke wona umndilili awuyi kunyuka nokunyuka entabeni.”