Exodus 24:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Mosesi waoa̔la onke amazwi kayehova, wavuka kwa kusasa, waka isibingelo ezantsi kwentaba, neshumi elinambini lentsika zamatye, njengezilishumi linazibini izizwe zo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawabhala uMoses onke amazwi kaYehova, wavuka kusasa, wakha isibingelelo emazantsi entaba, nezimiso zamatye zalishumi elinazibini, ngokwezizwe ezilishumi elinazibini zakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawabhala uMoses onke amazwi kaYehova, wagqiba kusasa, wakha isibingelelo phantsi kwentaba, nezimiso zamatye zalishumi elinazibini, ngokwezizwe ezilishumi elinazibini zakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wayibhala yonke imiyalelo kaNdikhoyo. Kusasa ngengomso wakha iqonga lamadini emazantsi entaba, waza wamisa ishumi elinambini leentsika zamatye ngokwezindlu ezilishumi elinambini zikaSirayeli.